Iziduko ZamaGiqwa
MgiqwaJikijwa,Mvaba,NtoyosanaTi’kayivani nempokothoTogu,Nkosana,Nonesi,ThotywayoHlez’impondoSomabhulwanaBeletheSolawukaziNgxalaba libanziMathala nesizwe emqoloMdeyamaJingqiXhoboyiMondisaOontshinga ayikhwazwa ikhwazwa ngabayaziyoMagqabi angadliwa naziBhokhwe