Amagama eentaka ngesiXhosa

Ngezants’ apha kudweliswe amagama eentaka ngokubizwa kwazo ngesiXhosa. Kuzakuchazwa amagama ambalwa nje. Nezo ntaka zichaziweyo azikhethwanga kuba zitheni, ngaphandle kokubonisa ukuchazwa kweentaka jikelele. Masiqonde ke ukuba amagama eentaka akhe ahluke nangeziphaluka kwalapha kwaXhosa, umzekelo intake ingabizwa ngegama elithile eHewu ibe ibizwa ngelinye eDikeni kodwa kube iligama lentaka enye. Ezinye iintaka zinentsingiselo ebalulekileyo kubomi nentlalo yamaXhosa: …

Funda okunye

Amaphupha ngeentaka

Amaphupha ngeentaka anokuthetha izinto ezahlukeneyo. Ukuva kwabo kucula kusenokubonisa ukuba kukho ingxaki eza ngendlela yakho. Ukuzibona zibhabha phezulu kunokubonisa ukuba abantu ocinga ukuba unokubathemba basenokukukhohlisa. Ukubona iintaka endle kunokuthetha ukuba uya kuva iindaba ezingalindelekanga.Ukuba uphupha ngentaka, kunokubakho ukufa kusapho lwakho kungekudala, ngakumbi ukuba intaka ifika ngaphezulu kwendlu yakho. Lumkela izaqhwithi kunye nombane okwethutyana kuba unokuba …

Funda okunye

Amaphupha ngomhlambi weentaka

Amaphupha ngentaka,oko ephupheni kunokubonisa ithamsanqa kunye nokuchuma kwikamva lakho. Ukuba ufuya iintaka, oko kunokuthetha ukuba ishishini lakho liya kuphumelela kakhulu, kwaye uya kuxhamla kakhulu kuyo.

Bhalisela ku-Whatsapp Bhalisela indaba lwazi yethu