- Intaka uyigwengule ephikweni: Akaphumelelanga kwinto ebefuna ukuyenza.
- Ukuba nentloko elukhuni: Ukungezi nampumelelo entweni ekungekho nzima ekufunyanweni ngabany’ abantu.
Umzekelo. Bekutheni ze nihambe noMavundle xa nisiya kuzingela kuba intloko yakhe ilukhuni beningekhe nibambise.