Iinkomo
Amaqhalo ngesiqalo, isizekabani nentsukaphi
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Umzekelo: Njengokuba bengamkhuzi egezela abantu abadala nje, ngeny’ imini uyakubasa isandla. Kaloku inkqayi ingena ngentlontlo.
Amaqhalo ngokusebenza
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Umzekelo: Incukuthu sisidleleleli kuba ifunxa igazi lomntu ukuze iphile. Umzekelo: uthi mandiwuthini lo msebenzi ungaka andithwalisa wona ndedwa, yinyand’ amatye le. Umzekelo: Ucelwe ngubani ke ngoku uNoqatiko kulo mcimbi selewungena ngeenyawo ezinodaka nje?
Amaqhalo ngokungabi nabuntu
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Umzekelo. Ukhe wasihlawula phi na uMaqhetseba njengoba esibetha ngemf’ iphindiwe nje eman’ esithi ngomso, ngomso. Uyakude ufike nini lo ngomso wakhe.
Amaphupha ngenkunzi yenkomo
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Ukuba uphupha inkunzi yenkomo, oko kunokuthetha izinto ezimbi ngekamva lakho. Isenokubonisa ukuba kuya kubakho inkohliso, ungquzulwano, kunye nengxaki eza ngendlela yakho, ngakumbi ukuba yinkunzi yenkomo emnyama.