Amaqhalo ngenqala nezisongelo

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Umzekelo. Bekutheni uTatazela azakhethe ukudibanisa noNtwengento kulo mcimbi wakhe. Inene uzibethekisa ngenyhek’ etyeni kuba uNtwengento uzakuyonakalisa yonke loo nto yabo. Umzekelo. Yhuu, mfondini! Andiphindi ndilibeke olwam phaya emva kokubetheka okungaka. Kaloku liphandlwa kubekanye libone. Umzekelo. Unongekh’ehle kaloku ukuba ndiphinde ndiziqhathise ngala tata, Kaloku ukubona kanye kukubona kabini. Umzekelo. Ndlela le azithanda ngayo izinto ezenziwe ngabany’ …

Funda okunye

Amaqhalo ngokusebenza

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Umzekelo: Incukuthu sisidleleleli kuba ifunxa igazi lomntu ukuze iphile. Umzekelo: uthi mandiwuthini lo msebenzi ungaka andithwalisa wona ndedwa, yinyand’ amatye le. Umzekelo: Ucelwe ngubani ke ngoku uNoqatiko kulo mcimbi selewungena ngeenyawo ezinodaka nje?

Amaphupha ngempuku

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Ukuba uphupha iimpuku, kunokuthetha ukuba kukho inkathazo ezayo endleleni yakho. Abanye basenokuzama ukonakalisa umsebenzi wakho onzima nokonakalisa imigudu yakho.