Izaci ngokulwa

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
  • Ukuba yintw’ ibila: Ukuba nomsindo. 
  • Ukunyola esweni: Ukuxhokonxa umlo ngokudelelayo. 
  • Ukudla ngamazinyo: Ukucaphuka kakhulu ngokunga ungamqwenga loo mntu ukucaphukisileyo. 
  • Impuku nekati: Abantu abangavaniyo. Abantu abasoloko bexabana apho badibene khona. 
  • Inyoka nesele: Abantu abazondanayo.

Leave a Reply