Ilanga
Amaqhalo ngokhuphiswano
Umzekelo: Amas’ abekw’ elangeni. Namhlanje kuzakudibana iimbethi manqindi ezaziwayo ekukudala zafungelana.
Amaqhalo ngezinto ezingasoze zenzeke
Umzekelo. Ilanga lingacholwa zintaka ukuba angaphinda afumane uncedo lwam emva kokuba ehlazise ngam ndakugqiba ukumnceda.
Amaphupha ngelanga
Ukuba uphupha ukuba ilanga likhanya ngokuqaqambileyo, oko kunokuthetha ukuba uya kufunda into entsha enokutshintsha ubomi bakho bube ngcono. Ukuba ukwindawo emnyama, kodwa unokubona ukukhanya kumgama, kunokubonisa ukuba okwangoku ujongene nengxaki ebomini bakho, kodwa uya kuyoyisa kungekudala.Ukuba uphupha ilanga likhanya ngokuqaqambileyo, oko kunokuthetha ukuba uya kukufunda into entsha enokutshintsha ubomi bakho bube ngcono.