Amaqhalo ngezinto ezingasoze zenzeke

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
  • Ndiyakukupha amathumbu esikhwenene: Isithembiso esingasayikuze sifezeke.
  • Ukujika amatye abezizonka: Into engenakwenzeka.
  • Ilanga lakucholwa zintaka: Into engenakwenzeka.

Umzekelo. Ilanga lingacholwa zintaka ukuba angaphinda afumane uncedo lwam emva kokuba ehlazise ngam ndakugqiba ukumnceda.

  • Uyakuyifumana ecaleni kwelanga: Into ekungenakufikeleleka kuyo.

Leave a Reply