Iintsomi zesiXhosa

Iintsomi ngamabali amafutshane abalisa ngezinto ezazisenzeka mandulo. La mabali abalisa ngeziganeko ezithile ezazisenzeka. Kungoko kwezinye izizwe zesiNguni kusithiwa ziinganekwane. Izinto ezazisenzeka ziziqebheyi zemilingo nemimangaliso ekunzima ukuzikholelwa ubukho bazo xa kuthelekiswa nezinto ezenzeka kula maxesha. Nakubeni zingumnqa nje ezo zinto akukwazeki ukuqinisekisa ukuba zazikho yini na. Zonke izigigaba ezenzeka entsomini zibalelwa ekubeni zingumfuziselo wentlalo nempilo enqatyisiweyo …

Funda okunye

Amaphupha ngenkawu

Ukuba uphupha inkawu, kunokuthetha ukuba kukho abantu abazama ukukukhohlisa, ke kufuneka ulungele nantoni na ukuba ufuna ukuphumelela.

Bhalisela ku-Whatsapp Bhalisela indaba lwazi yethu