Inkcukacha ekule webhusayithi ikho ngenjongo yokuzisa ulwazi, oluquka imibhalo, imifanekiso,kunye nezixhobo ezizisa ulwazi kuphela. Lonke olu lwazi lulapha kule webhusayithi lusuka kuluntu lwengingqi, ngoko ke indlela zokwenza nokuqonda azifani kwaye nolulwazi lungangabililo oluchanekileyo kuwe. Sebenzisa olu lwazi usazi ukuba kungakho umngcipheko phakathi.
Ezinye iinkcukacha ezikule webhusayithi zingeenkolelo kunye nendlela zokuphila zamandulo. Uninzi lolwazi sele lutshintshile kwaye lubonwa ngendlela eyahlukileyo kule mihla kunamandulo. Inkcukacha malunga nokusetyenziswa kwemithi, amayeza kunye neenkqubo ezifana nolwaluko lwesiNtu njalo njalo, akumelanga ukuba yingcebiso kagqirha, ingxilongo okanye unyango. Funa iingcebiso zikagqirha wakho okanye kunompilo onempepha zokuba ngumongi, malunga nayiphi na imibuzo onganawo enxulumene nesimo sempilo okanye unyango, ungaze uzizilize ukuthatha okanye ukufuna iingcebiso ezongezelelekileyo ngezonyango ukongeza nokuqinisekisa kwinto othe wayifunda kule webhusayithi (website).