Amaqhalo ngokusebenza

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Umzekelo: Incukuthu sisidleleleli kuba ifunxa igazi lomntu ukuze iphile. Umzekelo: uthi mandiwuthini lo msebenzi ungaka andithwalisa wona ndedwa, yinyand’ amatye le. Umzekelo: Ucelwe ngubani ke ngoku uNoqatiko kulo mcimbi selewungena ngeenyawo ezinodaka nje?

Amaphupha ngekati

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Ukuba uphupha ikati, inokuba luphawu olubi kwaye inokuthetha ukuba abantu emsebenzini wakho okanye ebomini bakho abathembekanga.