Amasele
Amaqhalo ngokukhulisa abantwana
Umzekelo. Ndiyazosula ezam izandla ukukubonisa ukuba esi similo sakho asamnkelekanga. Kodwa hlala usazi ukuba ilizwi lomzali alityiwa nja njengokuba ucing’ ukuba ungoyena mntu lumnke ngaphezu kwabo bonke abantu aph’emhlabeni. Umzekelo. Ndihle ndayiqonda mfowam ukuba ungunyana kaQavile, ndibone ngendlela le uwuphethe ngayo lo mcimbi. Kambe amankonyana afana nonina. Inkonyana lithole.
Amaphupha ngamasele
Ukuba uphupha isele, oko kunokuthetha ukuba uya kuphumelela kwaye ube sisityebi.