Imiqala
Amaqhalo ngempindezelo
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Umzekelo. Njani ukuba uthi mandincede uZinto kule ngxaki yakhe ekubeni ebehlekisa ngam izol’ oku ndinale ngxaki anayo namhlanje. Kwehla ngamqal’ amnye kaloku, naye makazisombululele njengoko nam ndenzile. Umzekelo. Endaweni yokuvelana naye wasuka watyikila ityuwa enxebeni emsola ngoko kwenzekileyo.
Amaphupha ngomqala obuhlungu
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Ukuba uphupha umqala wakho ubuhlungu, oko kungathetha ukuba unokuba nethamsanqa kungekudala.