Skip to content
iAfrika – isiXhosa
  • Amaphupha neengcaciso zawo
  • Amaqhalo neZaci
  • Iintsomi zesiXhosa
  • Imbali neziduko
  • UMDLALO WEMAQHALO

Isidudu

Amaqhalo ngempindezelo

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Umzekelo. Njani ukuba uthi mandincede uZinto kule ngxaki yakhe ekubeni ebehlekisa ngam izol’ oku ndinale ngxaki anayo namhlanje. Kwehla ngamqal’ amnye kaloku, naye makazisombululele njengoko nam ndenzile. Umzekelo. Endaweni yokuvelana naye wasuka watyikila ityuwa enxebeni emsola ngoko kwenzekileyo.

Tags Amagqudu, Amehlo, Emambalwini, Iliso, Imiqala, Isidudu, Ityuwa, Izikhuni, Udakada
© iAfrika 2026