Iintloko
Izaci ngencoko
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Umzekelo: Makhe sithi gu bucala sifakane imilomo ngale nyewe. Umzekelo: Ndithi mandoleke umsundulu kule ntetho igqiba kwenziwa nguChule. Umzekelo: Akaxoki, ushiy’ amang’ emzini. Isaqhaga yimazi yenkomo ethi noxa ibhonxile lubisi kodwa ithi xa isengwa itsho ngenketshe-nketshana yobisi. Umzekelo: Mna andizukuba ndijikeleza ndithetha le nale, ndizakuya kanye kule ndawo kufele khona ithole kuyo. Iseme yintaka yasendle …
Amaqhalo ngokwahluleka okanye ukungaphumeleli
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Umzekelo. Bekutheni ze nihambe noMavundle xa nisiya kuzingela kuba intloko yakhe ilukhuni beningekhe nibambise.
Amaphupha ngentloko ebuhlungu
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Ukuba uphupha unentloko ebuhlungu, eso ingasisilumkiso sokuba uhlale kude kubahlobo bakho okwethutyana ukuze uqiniseke ukuba wenza into elungileyo ngaphandle kokuba bakuphembelele ukuba wenze impazamo.