Amaphupha ngenyama ekrwada

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Ukuba uphupha ukuba umntu ukunika inyama ekrwada, kunokubonisa ukuba ukhuphiswano  lwakho eluthandweni lunokuphosa ububi phezu kwakho. Ukuba ugqibokutshata, kusenokubonisa ukuba awamkelwanga ngookhokho kusapho lakho oluntsha.

Amaphupha ngenyama

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Amaphupha ngenyama anganeentsingiselo ezahlukeneyo. Ngokubanzi, anentsingiselo elungileyo ingakumbi ukuba inyama ibimnandi kwaye iphekwe kakuhle. Anokubonisa iimeko ezintle ezenzeka ebomini bomntu eziya kuba ngunobangela wokubhiyoza. Iphupha elinje linokuba luphawu lotyalo-mali olulungileyo oluza kukuhlawula kakuhle. Inyama ephupheni inokuba luphawu lwethamsanqa. Ububi bephupha elo kukwaxhomekeke kwiinkcukacha zephupha elo. La maphupha anokuba neentsingiselo ezahlukeneyo kwaye oku kuxhomekeke kuhlobo lwenyama …

Funda okunye