Iimpumlo
Izaci ngencoko
Umzekelo: Makhe sithi gu bucala sifakane imilomo ngale nyewe. Umzekelo: Ndithi mandoleke umsundulu kule ntetho igqiba kwenziwa nguChule. Umzekelo: Akaxoki, ushiy’ amang’ emzini. Isaqhaga yimazi yenkomo ethi noxa ibhonxile lubisi kodwa ithi xa isengwa itsho ngenketshe-nketshana yobisi. Umzekelo: Mna andizukuba ndijikeleza ndithetha le nale, ndizakuya kanye kule ndawo kufele khona ithole kuyo. Iseme yintaka yasendle …
Amaphupha ngempumlo
Ukuba uphupha ngeempumlo zakho, oko kuthetha izinto ezininzi. Ukuba uphupha ilahlekile, inokuba luphawu lwelishwa okanye nokufa ngakumbi ukuba uyagula. Ukuba inkulu kakhulu, unokuba sisityebi kodwa uyasokola ukufumana uthando kwaye uhlala uxabana nabanye. Ukuba intle ngoko ingaluphawu lwethamsanqa kwaye kunokuthetha ukuba unokufumana ukuthandwa emsebenzini. Ukuba ubona impumlo yakho kwaye awazi ukuba kutheni, oko kunokuthetha ukuba umsebenzi …