Iinyawo
Amaqhalo ngokuzisindisa, ngokusaba, ngokubaleka
Nyawo zam wakhe wandenzela ntoni na: Ukubaleka uzisindisa kwimeko enobungozi.
Amaqhalo ngokusebenza
Umzekelo: Incukuthu sisidleleleli kuba ifunxa igazi lomntu ukuze iphile. Umzekelo: uthi mandiwuthini lo msebenzi ungaka andithwalisa wona ndedwa, yinyand’ amatye le. Umzekelo: Ucelwe ngubani ke ngoku uNoqatiko kulo mcimbi selewungena ngeenyawo ezinodaka nje?
Amaqhalo ngobudenge
Umzekelo: Ukurhida kukuqaba ngodaka. Mandulo phaya bekukhiwa umhlaba othile ozakwenziwa udaka elizakuqatywa apha emgangathweni wendlu njengokuba ngoku kusetyenziswa isamente nje. Oko kusinda ngodaka kuthiwa kukurhida.
Amaphupha ngeenyawo
Ukuba uphupha iikonisi kunye neebhuni ezinyaweni zakho, oko kunokuthetha ukuba uya kuba sisityebi kungekudala. Ukuba iinyawo zakho zinqunyulwe ephupheni lakho, unokukhawuleza ulahlekelwe yinto ebalulekileyo kuwe. Ukuba uphupha unenyawo lokufakelwa, inokwenzaka ukuba imeko yakho ingaba mandundu kwixesha elizayo.