Amaqhalo ngokusebenza

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Umzekelo: Incukuthu sisidleleleli kuba ifunxa igazi lomntu ukuze iphile. Umzekelo: uthi mandiwuthini lo msebenzi ungaka andithwalisa wona ndedwa, yinyand’ amatye le. Umzekelo: Ucelwe ngubani ke ngoku uNoqatiko kulo mcimbi selewungena ngeenyawo ezinodaka nje?

Amaphupha ngeentwala

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Ukuba uphupha ngeentwala, oko kunokuthetha ukuba uya kujongana neengxaki ebomini, ngakumbi emsebenzini. Qiniseka ukuba uhlawula amatyala akho kwaye ujonge impilo yakho.