Amaqhalo ngokusebenza

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Umzekelo: Incukuthu sisidleleleli kuba ifunxa igazi lomntu ukuze iphile. Umzekelo: uthi mandiwuthini lo msebenzi ungaka andithwalisa wona ndedwa, yinyand’ amatye le. Umzekelo: Ucelwe ngubani ke ngoku uNoqatiko kulo mcimbi selewungena ngeenyawo ezinodaka nje?

Amaphupha ngokusenga

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Ukuba uphupha usenga inkomo, oko kunokuthetha ukuba uya kuphumelela kakhulu kwaye ufumane ubutyebi ngenxa yeetalente zakho. Usenokuba nomtshato owonwabileyo.