Amathambo
Amaqhalo ngengozi
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Umzekelo. Oonkabi bebeba babhungcile kanti ityala lisaqhuba ntonje bekusaphandwa. Bebengazi ukuba nox’inyoka ifile nje ithambo layo liyahlaba. Ngoku bothuswa kukufikelwa yimisila ebagunyazisa ukuba bavele kwinkundla yamatyala.
Amaphupha ngamathambo
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Ukuba uphupha ngamathambo, oko kunokuthetha ukuba unokujamelana nobuhlwempu kungekudala.