Amaqanda
Amaqhalo ngenqala nezisongelo
Umzekelo. Bekutheni uTatazela azakhethe ukudibanisa noNtwengento kulo mcimbi wakhe. Inene uzibethekisa ngenyhek’ etyeni kuba uNtwengento uzakuyonakalisa yonke loo nto yabo. Umzekelo. Yhuu, mfondini! Andiphindi ndilibeke olwam phaya emva kokubetheka okungaka. Kaloku liphandlwa kubekanye libone. Umzekelo. Unongekh’ehle kaloku ukuba ndiphinde ndiziqhathise ngala tata, Kaloku ukubona kanye kukubona kabini. Umzekelo. Ndlela le azithanda ngayo izinto ezenziwe ngabany’ …
Amaphupha ngamaqanda
Ukuba uphupha amaqanda, oko kunokuthetha ukuba uya kuphumelela emsebenzini okanye esikolweni. Ukuba amaqanda abolile, kunokuthetha ukuba kunokubakho ingxaki ebomini bakho. Ukuba amaqanda akwimeko entle, oko kunokuthetha ukuba uya kuphumelela kwizicwangciso zakho.