Izaci ngomona
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Ukuqhawula amaphiko: Ukuvala umntu, ngakumbi ngenxa yomona, ukuba angenzi into ekumele ukuba ayenze.
Ukuqhawula amaphiko: Ukuvala umntu, ngakumbi ngenxa yomona, ukuba angenzi into ekumele ukuba ayenze.
Umzekelo. Bekutheni uTatazela azakhethe ukudibanisa noNtwengento kulo mcimbi wakhe. Inene uzibethekisa ngenyhek’ etyeni kuba uNtwengento uzakuyonakalisa yonke loo nto yabo. Umzekelo. Yhuu, mfondini! Andiphindi ndilibeke olwam phaya emva kokubetheka okungaka. Kaloku liphandlwa kubekanye libone. Umzekelo. Unongekh’ehle kaloku ukuba ndiphinde ndiziqhathise ngala tata, Kaloku ukubona kanye kukubona kabini. Umzekelo. Ndlela le azithanda ngayo izinto ezenziwe ngabany’ …