Amanxeba
Amaqhalo ngokukhuthaza
Akulahlwa mbeleko ngakufelwa: Musa ukunikezela ekwenzeni into ngenxa yokoyika ukungaphumeleli kuba ubungaphumelelanga kwixa elingaphambili. Umzekelo: Ndiyazi ukuba ubuqinisekile ngempumelelo, kodwa akubanga njalo. Amathuba awaphelanga xa unokuphinda uzame, akulahlwa mbeleko ngakufelwa. Mandulo phaya bekuthi xa kusandul’ ukuzalwa komntwana kuxhelwe impahla emfutshane. Ezinye iintlanga zixhela ibhokhwe ekubeni ezinye zixhela igusha. Eyonanto ibifunwa lifele lesi silwanyana. Belisukwa ke …
Amaqhalo ngencoko
Umzekelo. Uyakuthini uZikali ukuba lo nyana wakhe akaphumelelanga emagqabini njengokuba edlisela ngaloo nto nje? Kanti ke igugu lingabalikhulu umbombo uyaqhosha. Umzekelo. Hayi ulijijile eli rhewu, lithi ndisele. Inene ungavimb’ ixhewukazi lisifa lungcume. Umzekelo. Kanti ndifun’ukuya ngokwam kule mbizo yenkosi, ndingeva ngokuxelelwa ukuba bekusithiwa, kaloku indab’ otyelo ayikholi bafondini. Umzekelo. Ndiyaxolisa ukuthetha nawe ngolu hlobo mkhuluwa, …
Amaphupha ngamanxeba
Ukuba uphupha ulimele ngokusikwa okunzulu okanye inxeba elikhulu, oko kunokuthetha ukuba unokuba nethamsanqa kubudlelwane bakho ukuba usemncinci okanye ishishini lakho ukuba umdala.