Amaqhalo ngencoko

Umzekelo. Uyakuthini uZikali ukuba lo nyana wakhe akaphumelelanga emagqabini njengokuba edlisela ngaloo nto nje? Kanti ke igugu lingabalikhulu umbombo uyaqhosha. Umzekelo. Hayi ulijijile eli rhewu, lithi ndisele. Inene ungavimb’ ixhewukazi lisifa lungcume. Umzekelo. Kanti ndifun’ukuya ngokwam kule mbizo yenkosi, ndingeva ngokuxelelwa ukuba bekusithiwa, kaloku indab’ otyelo ayikholi bafondini. Umzekelo. Ndiyaxolisa ukuthetha nawe ngolu hlobo mkhuluwa, …

Funda okunye

Amaphupha ngekhuba

Ukuba uphupha usebenzisa ikhuba, intsingiselo inokuxhomekeka ekubeni uphumelele okanye hayi. Ukuba unokulima intsimi ngempumelelo, unokuba nethamsanqa kubudlelwane bakho, kodwa ukuba uyasokola, kunokuthetha ilishwa kunye nengxaki emsebenzini.

Bhalisela ku-Whatsapp Bhalisela indaba lwazi yethu