Amaqhalo ngokwabelana ngolwazi nemfundo

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
  • Inyathi ibuzwa kwabaphambili. Ulwazi lufunyanwa kubantu abasebekhe bahlangana naloo meko ixakileyo.
  • Utyebele ngaphakathi okwendlazi: Umntu onolwazi namava kodwa engabonakalisi oko ngenkangeleko.
  • Imithi ayigawulwa hlathini linye: Ayinguwe wedwa onolwazi olugqibeleleyo. Nika nabany’ abantu ithuba lokuvakalisa nezabo izimvo.
  • Ukuba nentloko ethambileyo: Ukukhawuleza ekufundeni into.

Leave a Reply