Isiphako
Amaqhalo ngenkangeleko
Umzekelo: Ndiyabeva aba bagxeka intetho kaCiko, ibe phofu ivunywa nanguthathatha ukuba ibiludlwabevu. Kakade akukho nzwana ingenasiphako nokuba zingakho ezo zinto bamgxeka ngazo.