- Umthi ugotywa uselula: Umntwana uqeqeshwa esemncinane.
- Uyakudliwa ngamabhere: Esi sisilumnkiso kubantwana abangahloniphi abantu abadala. Le ntetho isekelwe kwibali leBhayibhile apho abantwana bohlwaywa ngokutyiwa ngamabhere ngenxa yokuxwaxwa, begezela umntu omdala.
- Ukubon’ ilanga: Ukuzalwa.
- Yimfuza kaqongqothwane: Umntu ofana nomnye ngandlela zonke.
Izaci ngokukhulisa abantwana
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso