Amaqhalo ngengxabano

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
  • Azidli mmangweni mnye: Akuviwanwa ngengxoxo okanye ngengcinga.
  • Ucwalamb’ uyabila, impuku iyakhwezela: Umntu ongumxabanisi.
  • Zihlabana nje ziyalamba: Bexabana nje kukuba abo benza uqhushululu bancwase inzuzo kuloo nto kuxatyanwa ngayo.

Leave a Reply