Ukuba uphupha ubambe umntwana wakho, umntwana okwiminyaka emihlanu, kwaye uzingcolise kuwe, kunokubakho umntu okuthakathayo esebenzisa utokoloshe. Ubumdaka bomntwana wakho mabungaze bukuchukumise kuba umntwana osephupheni ayingomntwana wakho ngokwenene.