Izaci ngokuba nombulelo ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso Ukubamba ngazibini: Ukubulela. Maz’ enethole: Ndiyabulela kakhulu. Tshotsh’ ubekho: Ndiyabulela. Ungadinwa nangomso: Lilizwi lokubulela kumntu okuncedileyo. Share this: Share on WhatsApp (Opens in new window) WhatsApp Share on Facebook (Opens in new window) Facebook Share on X (Opens in new window) X Related Abambo Abantwana Amadolo Amanzi Amasele Amathole Amatye Amehlo IImpondo IImpuku Iinkawu Iinkomo Iintaka Iintloko Iinyawo Iinyoka Ilanga Imbeleko Inyama Izandla Izikhova Izinja Ukufa Ulwimi Uthuli