Izaci ngengxabano

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
  • Ukunyola esweni: Ukuxhokonxa umlo ngokudelelayo. 
  • Ukudla luhlaza: Ukungxamela umntu usemsindweni ude ungambamba nangezandla. 
  • Ukuba nothuli: Ukuxabanisa. 
  • Ukurhuq’ umrhaji: Ukucel’ umngeni kwinto engahambi ngandlela. Ukwenza okanye ukuthetha into ebangela umsindo komny’ umntu. Umzekelo: Irhuqis’ umrhaji kodwa le ntetho yakho. Kudala ndikubona ukuba uyadelela. Awuyibali into omawuyithethe emntwini, ngakumbi abantu abadala kunawe.

Leave a Reply