Imbali yesizwe sama Mpondomise Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Imvelaphi yamaMpondomise Okokuqala amaMpondomise asisizwe esizimeleyo esinobukumkani obubobaso. Awasosizwe esiphantsi kwesinye isizwe ngokolawulo lwasebukhosini. Ilishwa ke lelokuba nawo amaMpondomise ahlaselwa ngulo mkhuhlane wokucingwa ukuba angamaXhosa. Phofu ke loo bhubhane watofiyelwa ngamakoloniyale waze wakhwezelwa ngabacinezeli bocalu-calulo ngokobuhlanga olubizwa ngokuba yi-Apartheid. Kaloku nawo amaMpondomise kwathiwa ngabeNguni kwaye kumele agob’ uphondo xa eqhushekwa kwezo lwimi zesiNguni ezakhethwa kwa …

Funda okunye

Imbali yesizwe saba Thembu Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Imvelaphi yabaThembu Masiqale ngelithi abaThembu asisizwe esizimeleyo nesingabusi phantsi kwesinye isizwe ngokolawulo lwemveli. Oko kukuthi sinobukumkani baso. Imbali yemvelaphi yabaThembu ayahlukanga kuleyo yezinye izizwe eziNtsudu zalapha eMzantsi Afrika. Nayo le mbali igujululwa ekubeni abaThembu athi gqi eMntla-Mpuma wezwekazi i-Afrika. Nakubeni kunjalo kukho abanye ababalisi abade bachaze ncakasa namagama eendawo aphuma kuzo abaThembu. Naso esi sizwe …

Funda okunye

Imbali yesizwe sama Xesibe Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Imvelaphi yamaXesibe AmaXesibe asisizwe esizimeleyo esinobukumkani baso. AmaXesibe awakho phantsi kwesinye isizwe ngokolawulo lobukhosi. Njengazo naziphi na izizwe eziNtsundu ezakhe eMpuma Kapa, nawo amaXesibe athathwe ngokuba angamaXhosa okanye aluhlanga oluthile oluphantsi kwesizwe samaXhosa. Kwakhona, kuba ephila exubene namaBhaca kwiindawo eziliqela, akwathathwa ngokuba angamaBhaca. Namanye amaXesibe angenalwazi lobuzwe bawo azicingela ukuba angamaBhaca, ade atsho nokutsho ukuba …

Funda okunye

Imbali yesizwe sama Gqunukhwebe Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Intsusa yengxaki Imbali ithi ngexesha lolawulo lukaTshiwo ebukumkanini bamaXhosa kwakukho isizwe sabaThwa ekwakusithiwa ngamaGqiniqhwa Khoi. Olu hlanga lwalakhe kwingingqi yaseMngazi kumantla omlambo uMzimvubu. Le ndawo yayinehlathi lemveli. Ngelo xesha likaTshiwo kwakubikwa ubugqi bobugqwirha obabuqatsele. Ngethamsanqa kwakukho nenkintsela yegqirha eyayinesiphiwo sokuwanuka loo magqwirha. Kangangendlela awayewoyika ngayo amagqwirha uTshiwo, wagqiba kwelokuba onokiweyo makuthinjwe iinkomo zakhe yena abulawe. …

Funda okunye

Imbali yesizwe sama Mpondo Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Imvelaphi yamaMpondo AmaMpondo nawo asisizwe esizimeleyo ngokobuzwe. Awasosizwe esiphantsi kwesinye ngolawulo. Sisizwe esinobukumkani baso kunye nengingqi apho obo bukumkani bulawula khona. Uninzi lwabantu, nkqu amamMpondo, luthanda ukwayamanisa amaMpondo namaXhosa, ngelithi amaMpondo asisizwana esiphantsi kwamaXhosa. Bambi bade bathi amaMpondo alisebe lamaXhosa. Nababhali beencwadi, kunye nabaphandi, banayo indawo yokuthi xa bethetha ngamaXhosa, okanye bephanda ngeemeko zamaXhosa, baqukanise …

Funda okunye

Imbali yesizwe sama Bhaca Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Imvelaphi yamaBhaca AmaBhaca sisizwe esinobukumkani baso. Kuhle ukuyiqala ngolu hlobo imbali yamaBhaca ngoba njengazo zonke izizwe eziNtsundu okanye ezakwaNtu kukho impazamo yokuthi ezinye izizwe ziziziduko ezikwezinye izizwe. Ukuphuhlisa le nto bambalwa abantu abangayaziyo into yokuba kuthiwa amaBhaca angamaXhosa. Ayichakananga loo nto. Zizinto ezenziwa ngamaKoloniyali ngokucinezela ubuzwe bezinye iintlanga. Obo buzwe buquka namasiko azo, wona angundoqo …

Funda okunye

Amaphupha ngokuphangwa

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Ukuba uphupha uphangwe imali ngumntu, okanye uphupha ukuba unesiphiwo kwaye umntu uyasiba kuwe, oku kunokuba lilishwa. Usenokuhluthwa isipho osifumeneyo okanye oza kusifumana. Okanye isenokuthetha ukuba kukho umntu uthathe ithamsanqa lakho walenza elakhe. Idla ngokuba lilungu losapho kuba nangona umntu ongamaziyo ekwazi ukwenza oko, abazazi izinyanya zakho.

Amaphupha ngeendawo ezimdaka

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Ukuba uphupha usebenza ngomgquba okanye umgquba egadini, loo nto ingangumqondiso olungileyo kuba kungekudala unokuba sisityebi. Ukuba uphupha ukwindawo yokulahla inkunkuma, kufuneka ulumkele imiphumo yezenzo zakho. Iindlela zakho ezingcolileyo zisenokukukhathaza kungekudala.

Amaphupha kwisiNtu sakwaXhosa

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Utolikwa kwamaphupha yinkalo ebalulekileyo kwisiNtu sakwaXhosa. Ummandla welemimoya yinxalenye ephilayo yobomi loluntu oluninzi e-Afrika, kwaye abantu bakwaXhosa amaphupha abo athungelana kweli lizwe. Iintsingiselo nophawu olwenza amaphupha akwaXhosa ziye zavela ngokwahlukile kakhulu kwimpawu zaseNtshona kwaye zenza inkqubo yokutolika evuselelayo nenesondlo. KwisiNtu sakwaXhosa, amaphupha anika imvume abo baphilayo banxulumane nezinyanya, kwaye nazo ngokunjalo. Ngamanye amaxesha amaphupha anikeza …

Funda okunye

Iziduko zoo Wushe Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Wushe,Godla,Mjoli,Maphalala,Sgida sigida ngenyam’ ehambayo,Phathwa,Qubulashe,Mthsi owathsi ukuwa wabhekisa amasebe eThukela,Nonkasa,Mbedu,Omaphungel’ esosini amakomitshi ekhona,Masindza ngonwalu itizwana tisindza ngobulongwe,Godongwana kaMjoli,KaBekwa,KaWushe,KaLufulwenja,KaMageba,Kwakhala intaka yathi Joli-Joli Enye indlela yokuzithutha zoo Wushe Wushe,Mjoli,Maphalala,Phathwa,MagwenyanaQubulashe,Gaga mgubelaMthsi owathsi ukuwa wabhekisa amasebe eThukela,Nkonjan’  emnyam’ endand’ emafiniNonkasa,Mbedu,NoninaOmaphungel’ esosini amakomitshi ekhona,Masindza ngonwalu itizwana tisindza ngobulongwe,Sikhumba esalala amadoda alishumi elinesibhozo akwabhenguSikhumba sithi sibethwa sibe singandi.Sigida ngobambo sishiy’ inyam’ ihleliTshungutshungu …

Funda okunye