Imbali yesizwe sama Bhaca Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Imvelaphi yamaBhaca AmaBhaca sisizwe esinobukumkani baso. Kuhle ukuyiqala ngolu hlobo imbali yamaBhaca ngoba njengazo zonke izizwe eziNtsundu okanye ezakwaNtu kukho impazamo yokuthi ezinye izizwe ziziziduko ezikwezinye izizwe. Ukuphuhlisa le nto bambalwa abantu abangayaziyo into yokuba kuthiwa amaBhaca angamaXhosa. Ayichakananga loo nto. Zizinto ezenziwa ngamaKoloniyali ngokucinezela ubuzwe bezinye iintlanga. Obo buzwe buquka namasiko azo, wona angundoqo …

Funda okunye

Iziduko zoo Zulu Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

OoZulu,OoKhalimeshe,OoVebi,OoWabani.OoTshoba lenkomo emdaka,OoNina bakwamsunu omncane ngokwesunda.OoSiqwayi,OoSiqobolondo,OoKhahlel’ etsheni Enye indlela yokuzithutha koo Zulu Clan Names Zulu,Khalimeshe,Nofisa angafi,Ofa ngamaloyo,Mageba,Ndabezitha,Nombuso,Vebi,Wabane,Mafula ngesidumbu ngenxa yokuswela ingobozi,Notibunwana etincane ngokuswela tona,Onato ufute kulonyoko,Thole lesilo ngoba yiSilo ngokwaso