Imbali yesizwe sama Bhaca Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Imvelaphi yamaBhaca AmaBhaca sisizwe esinobukumkani baso. Kuhle ukuyiqala ngolu hlobo imbali yamaBhaca ngoba njengazo zonke izizwe eziNtsundu okanye ezakwaNtu kukho impazamo yokuthi ezinye izizwe ziziziduko ezikwezinye izizwe. Ukuphuhlisa le nto bambalwa abantu abangayaziyo into yokuba kuthiwa amaBhaca angamaXhosa. Ayichakananga loo nto. Zizinto ezenziwa ngamaKoloniyali ngokucinezela ubuzwe bezinye iintlanga. Obo buzwe buquka namasiko azo, wona angundoqo …

Funda okunye

Iziduko zoo Masoka Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Masoka,UMzimkhulu,Ntanzi,Rhoyi/Luhoyi,Kunene kwelizwe,Nkumbuzo zika Mdhladhla! (Nkumbuz’ abantu) Nzimane,Nala- mnandi obele lide lingang’ elikabelelenyana,Wen’ owamunyis’umntwan’ eng’aphesheya komfula uThukela,Isibhekuza esabhekuz’ enkundleni kwa dadeboyise uMntambose,Izilila gazi abanye belil’nyembezi,Amahomb’ asezweni awang’aphumi mhla ligquthayo, aphuma mhla linethayo,Umfazi onamanxeba ng’asemva nje ng’amadoda,Ncokwana,Cabisa,Mbengeshe,Incuncu ezimlom’ emide,Abantwana abesab’ ukunatha amanz’ amadwala,Banath’ amanz’ eziziba ngoba besab’ imilomo ukungqindeka,OoThotholo into ezathi xa zizawuvela kwangen’ inkalankal’ endlini,Umlamb’owelwa zinkonjane …

Funda okunye