Imbali yesizwe sama Gqunukhwebe Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Intsusa yengxaki Imbali ithi ngexesha lolawulo lukaTshiwo ebukumkanini bamaXhosa kwakukho isizwe sabaThwa ekwakusithiwa ngamaGqiniqhwa Khoi. Olu hlanga lwalakhe kwingingqi yaseMngazi kumantla omlambo uMzimvubu. Le ndawo yayinehlathi lemveli. Ngelo xesha likaTshiwo kwakubikwa ubugqi bobugqwirha obabuqatsele. Ngethamsanqa kwakukho nenkintsela yegqirha eyayinesiphiwo sokuwanuka loo magqwirha. Kangangendlela awayewoyika ngayo amagqwirha uTshiwo, wagqiba kwelokuba onokiweyo makuthinjwe iinkomo zakhe yena abulawe. …

Funda okunye