Iziduko zoo Nxontsa Clan Names
Nxontsa kaXesibe,Matshaya,Mganu,Sabel’ uyabizwa emazibukweni,Mbala wexhama,Gubudu,Ntabazikude zikuMganu,Mntshontsho,Bhul’ ingwe kuvel’ imamba
Nxontsa kaXesibe,Matshaya,Mganu,Sabel’ uyabizwa emazibukweni,Mbala wexhama,Gubudu,Ntabazikude zikuMganu,Mntshontsho,Bhul’ ingwe kuvel’ imamba
Xesibe,Nondzaba,Matshaya,Khandanyawana,Matsh’ ebheka njengomntwana,Sabel’ uyabizwa emazibukweni
Imvelaphi yamaXesibe AmaXesibe asisizwe esizimeleyo esinobukumkani baso. AmaXesibe awakho phantsi kwesinye isizwe ngokolawulo lobukhosi. Njengazo naziphi na izizwe eziNtsundu ezakhe eMpuma Kapa, nawo amaXesibe athathwe ngokuba angamaXhosa okanye aluhlanga oluthile oluphantsi kwesizwe samaXhosa. Kwakhona, kuba ephila exubene namaBhaca kwiindawo eziliqela, akwathathwa ngokuba angamaBhaca. Namanye amaXesibe angenalwazi lobuzwe bawo azicingela ukuba angamaBhaca, ade atsho nokutsho ukuba …
OoNune,OoDoyi,OoMbathane,OoMatshaya,OoXesibe,OoKhandanyawana Enye indlela yokuzithutha koo Nune Nune,Doyi,Mbathane, Matshaya,Ngqwangi