Iziduko zoo Nondzaba Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Xesibe,
Nondzaba,
Matshaya,
Khandanyawana,
Matsh’ ebheka njengomntwana,
Sabel’ uyabizwa emazibukweni

Leave a Reply