Iziduko zoo Nondzaba Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Xesibe,Nondzaba,Matshaya,Khandanyawana,Matsh’ ebheka njengomntwana,Sabel’ uyabizwa emazibukweni
Xesibe,Nondzaba,Matshaya,Khandanyawana,Matsh’ ebheka njengomntwana,Sabel’ uyabizwa emazibukweni
Imvelaphi yamaXesibe AmaXesibe asisizwe esizimeleyo esinobukumkani baso. AmaXesibe awakho phantsi kwesinye isizwe ngokolawulo lobukhosi. Njengazo naziphi na izizwe eziNtsundu ezakhe eMpuma Kapa, nawo amaXesibe athathwe ngokuba angamaXhosa okanye aluhlanga oluthile oluphantsi kwesizwe samaXhosa. Kwakhona, kuba ephila exubene namaBhaca kwiindawo eziliqela, akwathathwa ngokuba angamaBhaca. Namanye amaXesibe angenalwazi lobuzwe bawo azicingela ukuba angamaBhaca, ade atsho nokutsho ukuba …