Imbali yesizwe sama Bomvana Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Imvelaphi yamaBomvana Amabomvana asisizwe esinobukumkani baso obungaxhomekekanga, nobungekho phantsi, kolawulo lwesinye isizwe. Asisizwe esizimeleyo. Nawo amaBomvana agutyungelwe yile ngxaki yokuba kuthiwe angamaXhosa. Iphinde ke kuwo yongezelwe yingcinga yokuba angabaThembu. Awasiso nasinye kwezi zizwe zozibini, nokuba sesiphi na esinye. AmaBomvana ngamaBomvana – iphelele apho. Umnombo wamaBomvana awahlukanga kulowo wezinye izizwe eziNtsundu, okanye zakwaNtu, zalapha eMzantsi Afrika. …

Funda okunye

Iziduko zoo Gcuma Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

OoGcuma,UGcuma kaMajola,UMalandelwa yintombi ithi ndizeke,UNdzabela,UMayaba Enye indlela yokuzithutha koo Gcuma Gcuma,Nhlumayo,Mayaba,Xesibe,Somadoda,Mganu,Sabela mfaz’ uyabizwa emazibukweni,Sinama,Malandelwa yintombi ithi bhuti ndizeke nokuba awunankomoIinkomo nguwe uqobo,Nina eningathi nkosi mntwini kuba nizinkosi ngokwenu,Sigcuma esihle esathungwa ngabafazi bevela kutheza,Mhl’ ephethe,Mabandl’ okhuko,Mfaphe,Nxele,Msintsana,Mdak’ omnyama,Mahlab’ ayibheke