Iziduko zoo Gcuma Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

OoGcuma,
UGcuma kaMajola,
UMalandelwa yintombi ithi ndizeke,
UNdzabela,
UMayaba

Enye indlela yokuzithutha koo Gcuma

Gcuma,
Nhlumayo,
Mayaba,
Xesibe,
Somadoda,
Mganu,
Sabela mfaz’ uyabizwa emazibukweni,
Sinama,
Malandelwa yintombi ithi bhuti ndizeke nokuba awunankomo
Iinkomo nguwe uqobo,
Nina eningathi nkosi mntwini kuba nizinkosi ngokwenu,
Sigcuma esihle esathungwa ngabafazi bevela kutheza,
Mhl’ ephethe,
Mabandl’ okhuko,
Mfaphe,
Nxele,
Msintsana,
Mdak’ omnyama,
Mahlab’ ayibheke

Leave a Reply