Amaqhalo ngobugorha nobugwala

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
  • Kulogwala kuyahlekwa, kulokroti kuyalilwa: Ukuthanda ukulwa kuyaxoxisa, kanti kuzolile kumntu ongathandi kulwa.
  • Ingcibi yamanzi ifa ngamanzi eyezikhali ngezikhali: Umntu olikroti ufela kule ndawo alikroti kuyo. Umntu uphelela kule ndawo asebenzela ukuba kuyo.
  • Ukungenwa ngamanzi emadolweni: Ukuba nedyudyu okanye ukoyika.

Leave a Reply