Amaqhalo ngesini

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
  • UJobela phakathi kweentakazana: Umntu okwindawo ekungamelwanga ukuba ukuyo kwaye ubukho bakhe bungamnkelekanga. Idla ngokuba sisikweko esisingisele kumntu oyindoda othanda ukuba phakathi kwamanina.

Umzekelo: Andimazi ukuba uZinto ebefunani kumbhiyozo woomama njengokuba esuke wanguJobela phakathi kweentakazana nje.

Leave a Reply