Iziduko zama Mpondomise Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Bhukwana,
Debeza,
Dosini,
Gxarha,
Jola,
Mpehla,
Mpinga,
Nxasana,
Nxotwe,
Nxuba,
S’khoji,
S’khomo,
Zongosi,
Mphuthi,
Nyathi,
Gcanga,
Qhinebe,
Mhaga,
Fole,
Ndobe,
Mgoba,
Nqana,
Krancolo,
Magoba

Azithuthwanga ke ezi ziduko ngenxa yokuba ukuthuthwa kwazo kwenziwe kwelinye iqonga leli khasi lithi www.iafrika.org/xh. Kulapho uza kuzifumana khona iziduko zamaMpondomise nakwalapho uyakulifumana nethuba lokuba uphefumle ngazo.

Kwalapha kumcimbi weziduko zamaMpondomise kukho nobango lokuba amaGcina namaQwathi ngokomnombo angamaMpondomise, kodwa ngenxa yeemeko ezi zindlu zimbini zaphela ziwela phantsi kwabaThembu. Kanti ke ikhona nembali ethi ezi zizwe zimbini zazingamaXesibe. Isenokubakho ke loo mpixano yembali ngoba amaMpondomise, amaMpondo kunye namaXesibe bamlibo mnye.

Leave a Reply