Iziduko zoo Ndobe Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Ndobe,Siwa,Nkomlele,Bhongweni,Phungela,Mthwa wabat’ ungazukhotha abamnyama kodwa amazinyo ayakhanya,Baqwa,Siqhathu,Lamla,Hlakavu,Sisini somkhonto wakuloWadzi,Nina enashiya indlela zihleli nehla ngoMzungulu,Nina baseNcikini, eMshota Nkungu,Nina baseBhontsa,Hala omnyama kaLavuyazana,Galadla Ntombela, akunani noba nimnyama ngoba amaziny’ ayakhanya,Amhlophe qhwa, antlanga zandlovu

Iziduko zama Mpondomise Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Bhukwana,Debeza,Dosini,Gxarha, Jola,Mpehla, Mpinga, Nxasana, Nxotwe,Nxuba,S’khoji,S’khomo, Zongosi,Mphuthi, Nyathi,Gcanga, Qhinebe, Mhaga,Fole,Ndobe, Mgoba, Nqana,Krancolo, Magoba Azithuthwanga ke ezi ziduko ngenxa yokuba ukuthuthwa kwazo kwenziwe kwelinye iqonga leli khasi lithi www.iafrika.org/xh. Kulapho uza kuzifumana khona iziduko zamaMpondomise nakwalapho uyakulifumana nethuba lokuba uphefumle ngazo. Kwalapha kumcimbi weziduko zamaMpondomise kukho nobango lokuba amaGcina namaQwathi ngokomnombo angamaMpondomise, kodwa ngenxa yeemeko ezi zindlu …

Funda okunye