Iziduko zoo Nxotha Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Nxotha/Nxotwe,Gabazi,Qamkazi,Mfuza afulele okwelifu lemvula,Mpondomise
Nxotha/Nxotwe,Gabazi,Qamkazi,Mfuza afulele okwelifu lemvula,Mpondomise
Bhukwana,Debeza,Dosini,Gxarha, Jola,Mpehla, Mpinga, Nxasana, Nxotwe,Nxuba,S’khoji,S’khomo, Zongosi,Mphuthi, Nyathi,Gcanga, Qhinebe, Mhaga,Fole,Ndobe, Mgoba, Nqana,Krancolo, Magoba Azithuthwanga ke ezi ziduko ngenxa yokuba ukuthuthwa kwazo kwenziwe kwelinye iqonga leli khasi lithi www.iafrika.org/xh. Kulapho uza kuzifumana khona iziduko zamaMpondomise nakwalapho uyakulifumana nethuba lokuba uphefumle ngazo. Kwalapha kumcimbi weziduko zamaMpondomise kukho nobango lokuba amaGcina namaQwathi ngokomnombo angamaMpondomise, kodwa ngenxa yeemeko ezi zindlu …