Iziduko zoo Bhukwana Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Bhukwana, Mbarha,Mpofu,Mtshobo,Phaphulesilo,Phaphulengonyama,Into ezingaphathwa mntu ngoba zizinkosi ngokwazo
Bhukwana, Mbarha,Mpofu,Mtshobo,Phaphulesilo,Phaphulengonyama,Into ezingaphathwa mntu ngoba zizinkosi ngokwazo
Bhukwana,Debeza,Dosini,Gxarha, Jola,Mpehla, Mpinga, Nxasana, Nxotwe,Nxuba,S’khoji,S’khomo, Zongosi,Mphuthi, Nyathi,Gcanga, Qhinebe, Mhaga,Fole,Ndobe, Mgoba, Nqana,Krancolo, Magoba Azithuthwanga ke ezi ziduko ngenxa yokuba ukuthuthwa kwazo kwenziwe kwelinye iqonga leli khasi lithi www.iafrika.org/xh. Kulapho uza kuzifumana khona iziduko zamaMpondomise nakwalapho uyakulifumana nethuba lokuba uphefumle ngazo. Kwalapha kumcimbi weziduko zamaMpondomise kukho nobango lokuba amaGcina namaQwathi ngokomnombo angamaMpondomise, kodwa ngenxa yeemeko ezi zindlu …