Iziduko zoo Bhukwana Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Bhukwana,  
Mbarha,
Mpofu,
Mtshobo,
Phaphulesilo,
Phaphulengonyama,
Into ezingaphathwa mntu ngoba zizinkosi ngokwazo

Leave a Reply