Iziduko zoo Nxasana Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Nxasana,
Thaba,
Dunjane,
S’khonza,
Gazo,
Mkhiwa,
Totoba,
Malilelwa zintombi zithi “Bhuti ndizeke andina mama andina tata”,
Gqunu kaNomphakatshane,
NoMbhekela,
Malunguz’ udonga andulukuwela

Leave a Reply