Nazi iziduko zamaXesibe kolu luhlu lulandelayo. Asizukuzithutha okanye asizukuzibonga ngoba oko kwenziwe kwelinye ikhasi kweli qonga lithi www.iafrika.org/xh. Kulapho uyakufumana nezinye izibongo zeziduko zezinye izizwe zaseMpuma Kapa:
Bhuku,
Blwangwe,
Khuma,
Ndlovana,
Nondzaba,
Noni,
Ntsaka,
Nune,
Nxotsa,
Sidindi,
Sinama